Igenesis 6:4 XHO75

4 Kwakukho iingxilimbela ehlabathini ngaloo mihla; kananjalo emveni koko, xeshikweni oonyana bakaThixo bangenáyo kuzo iintombi zabantu, zabazalela abantwana. Aba baba ngamagorha ababekho kwasephakadeni, amadoda adumileyo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 6

imbono Igenesis 6:4 kwimeko