Uhezekile 1:1 XHO75

1 Ke kaloku, ngomnyaka wamashumi omathathu, ngenyanga yesiné, ngolwesihlanu usuku enyangeni leyo, ndakubon' ukuba ndiphakathi kwabathinjiweyo ngasemlanjeni oyiKebhare, avuleka amazulu, ndabona imibono kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 1

imbono Uhezekile 1:1 kwimeko