Uhezekile 18:17 XHO75

17 abuyise isandla sakhe kolusizana; angadli abanye ngemali, angathabathi nzala yamboleko, wenza ngokwamasiko am, uhamba ngemimiselo yam: lowo unyana akayi kufa ngobugwenxa bukayise; inene uya kuphila.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 18

imbono Uhezekile 18:17 kwimeko