Uhezekile 18:19 XHO75

19 Ukanti nìthi ke, Kungàthuba lini na ukuba unyana angabuthwali ubugwenxa bukayise? Unyana kaloku wenzé ngokwesiko nangobulungisa; uyigcinile yonke imimiselo yam, wayenza; inene, uya kuphila.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 18

imbono Uhezekile 18:19 kwimeko