Uhezekile 18:20 XHO75

20 Umphefumlo owonayo, kuya kufa wona wodwa. Unyana akayi kuthwala ubugwenxa bukayise, noyise akayi kubuthwala ubugwenxa bonyana; ubulungisa belungisa buya kuba phezu kwalo, nokungendawo kongendawo kuya kuba phezu kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 18

imbono Uhezekile 18:20 kwimeko