Uhezekile 18:21 XHO75

21 Ongendawo ke, xa athe wabuya ezonweni zakhe zonke azenzileyo, wayigcina yonke imimiselo yam, wenza ngokwesiko nangobulungisa, inene, uya kuphila; akayi kufa.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 18

imbono Uhezekile 18:21 kwimeko