Uhezekile 4:6 XHO75

6 Ùya kuthi, wakuba uzifezile ezo, ulale okwesibini ngecala lakho lasekunene, ubuthwale ubugwenxa bendlu kaYuda iintsuku ezimashumi mané; ndikwenzela usuku lube ngumnyaka, usuku lube ngumnyaka.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 4

imbono Uhezekile 4:6 kwimeko