Uhezekile 40:4 XHO75

4 Wathetha nam loo mntu, wathi, Nyana womntu, khangela ngamehlo akho, uve ngeendlebe zakho, ugqale ngentliziyo yakho zonke izinto endikubonisa zona; ngokuba uziswé apha ukuze uboniswe. Xelela indlu kaSirayeli konke okubonayo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:4 kwimeko