Uhezekile 40:48 XHO75

48 Wandisa evarandeni yayo indlu, walinganisa intsika yevaranda: iikubhite zontlanu ngapha, iikubhite zontlanu ngapha; ububanzi besango baziikubhite ezintathu ngapha, iikubhite ezintathu nangapha.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:48 kwimeko