Uhezekile 40:49 XHO75

49 Ubude bevaranda baba ziikubhite ezimashumi mabini, ububanzi baba ziikubhite ezilishumi elinanye ngasezinyukweni, ebe kunyukwa ngazo kuyiwe kuyo. Bekukho iintsika ngasezintsikeni zomnyango, enye ngapha, enye nangapha.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:49 kwimeko