Uhezekile 41:1 XHO75

1 Wandísa etempileni, walinganisa iintsika; zaba ziikubhite ezintandathu ububanzi ngapha, zaba ziikubhite ezintandathu ububanzi nangapha; bububanzi ke bentente.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 41

imbono Uhezekile 41:1 kwimeko