Uhezekile 41:2 XHO75

2 Ububanzi bomnyango bebuziikubhite ezilishumi; amacala omnyango aba ziikubhite ezintlanu ngapha, iikubhite ezintlanu nangapha. Wabulinganisa ubude bayo, baziikubhite ezimashumi mané, ububanzi baziikubhite ezimashumi mabini.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 41

imbono Uhezekile 41:2 kwimeko