Uhezekile 41:3 XHO75

3 Wangena ke ngaphakathi, walinganisa intsika yomnyango; yaziikubhite ezimbini, nomnyango wazikubhite ezintandathu ukuphakama, ububanzi bomnyango baziikubhite ezisixhenxe.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 41

imbono Uhezekile 41:3 kwimeko