Uhezekile 41:4 XHO75

4 Wabulinganisa ubude bayo, baziikubhite ezimashumi mabini, ububanzi baziikubhite ezimashumi mabini, wabhekisa etempileni; wathi kum, Yingcwele kangcwele le.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 41

imbono Uhezekile 41:4 kwimeko