Uhezekile 44:11 XHO75

11 Baya kwanela ukuba ngabalungiseleli engcweleni yam, bengabaveleli bamasango endlu le, belungiselela endlwini le. Abo baya kuxhelela abantu idini elinyukayo nombingelelo, bona beme phambi kwabo, ukuba babalungiselele.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:11 kwimeko