Uhezekile 44:10 XHO75

10 Ke kwanabaLevi, abakhweleláyo kude kum, ekundwendweni kwamaSirayeli awandwendwáyo kum, alandela izigodo zawo, aya kubuthwala ubugwenxa bawo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:10 kwimeko