Uhezekile 44:9 XHO75

9 Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Bonke oonyana bolunye uhlanga, abangalukileyo ngentliziyo, abangalukileyo ngenyama, abayi kungena engcweleni yam, bakubo bonke oonyana bolunye uhlanga, abaphakathi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:9 kwimeko