Uhezekile 46:20 XHO75

20 Wathi kum, Le yindawo apho ababingeleli bophekela khona idini letyala, nedini lesono. Bosela khona umnikelo wokudla, ukuze bangaphumi nawo, baye entendelezweni engaphandle, ukuba bangcwalise abantu.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 46

imbono Uhezekile 46:20 kwimeko