8 Wathi kum, La manzi aphuma aye kummandla wasempumalanga, ehle aye eArabha, aye elwandle, athi éle elwandle, aphiliswe amanzi alo.
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 47
imbono Uhezekile 47:8 kwimeko