Uhezekile 47:9 XHO75

9 Kuye kuthi ke, yonke imiphefumlo ephilileyo, enyakazelayo ezindaweni zonke othe wafika kuzo umlambokazi lowo, iphile; zibe zininzi kunene iintlanzi; ngokuba efikile khona la manzi, ophiliswa lawa; iphile yonke into ofike kuyo umlambo lowo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 47

imbono Uhezekile 47:9 kwimeko