Uhezekile 48:34 XHO75

34 Ngecala lasentshonalanga yoba ngamawaka amané anamakhulu amahlanu; amasango ke awo mathathu: ibe lisango likaGadi elinye, ibe lisango lika-Ashere elinye, ibe lisango likaNafetali elinye.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 48

imbono Uhezekile 48:34 kwimeko