Uhezekile 48:35 XHO75

35 Ukujikeleza ke lishumi elinesibhozo lamawaka eengcongolo. Igama lawo umzi kothiwa kususela kuloo mini, nguYehova-ekhona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 48

imbono Uhezekile 48:35 kwimeko