Uhezekile 8:16 XHO75

16 Wandísa entendelezweni ephakathi yendlu kaYehova: nanko, ekungeneni etempileni kaYehova, phakathi kwevaranda* nesibingelelo, kukho amadoda angathi angamashumi amabini anamahlanu, eyinikele umva itempile kaYehova, ubuso bawo bubheke empumalanga; aqubuda kwilanga, ebheke empumalanga.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 8

imbono Uhezekile 8:16 kwimeko