Uhezekile 8:17 XHO75

17 Wathi kum, Ubonile na, nyana womntu? Kuncinane na kwindlu kaYuda ukuwenza la masikizi bawenzayo apha, ukuba ke balizalise ilizwe nangogonyamelo, babuye bandiqumbise? Nabo, besisa isebe lomdiliya emathatheni abo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 8

imbono Uhezekile 8:17 kwimeko