Uhezekile 8:5 XHO75

5 Wathi kum, Nyana womntu, khawuphakamise amehlo akho, ukhangele ngasentla. Ndawaphakamisa ke amehlo am, ndakhangela ngasentla: nanko ngasentla kwesango lesibingelelo kukho loo mfanekiso wobukhwele usekungeneni kwalo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 8

imbono Uhezekile 8:5 kwimeko