Uhezekile 8:6 XHO75

6 Wathi kum, Nyana womntu, uyakubona na abakwenzayo? Ngamasikizi amakhulu la, iwenzayo apha indlu kaSirayeli, ukuze ndikhwelele kùde nengcwele yam; usaya kubuya ubone amasikizi amakhulu kunalá.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 8

imbono Uhezekile 8:6 kwimeko