Uhoseya 10:5 XHO75

5 Abemi bakwaSamari banxunguphele ngomfanekiso wethole laseBhetaven; ewe, benza isijwili ngalo abantu balo, bathuthumele ababingeleli balo abangengabo, ngenxa yalo, ngenxa yozuko lwalo, kuba lufudukile kulo.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 10

imbono Uhoseya 10:5 kwimeko