Uhoseya 10:8 XHO75

8 Izigánga zaseAven, isono sikaSirayeli, zotshabalala. Kuya kuhluma imithana enameva neenkunzana ezibingelelweni zabo; baya kuthi kwiintaba, Siseleleni; nakwiinduli, Siweleni.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 10

imbono Uhoseya 10:8 kwimeko