Uyeremiya 11:14 XHO75

14 Wena ke musa ukubathandazela aba bantu, ungaphimiseli kuhlahlamba nakuthandaza ngenxa yabo; ngokuba andiyi kuva ngexesha lokukhala kwabo kum, ngenxa yobubi babo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 11

imbono Uyeremiya 11:14 kwimeko