Uyeremiya 16:19 XHO75

19 Yehova, mandla am, nqaba yam, ndawo yokusabela kwam ngomhla wembandezelo, ziya kuza kuwe iintlanga, zivela eziphelweni zehlabathi, zithi, Oobawo bádla ilifa lobuxoki bodwa, amampunge la, ekungekho nto inokunceda phakathi kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 16

imbono Uyeremiya 16:19 kwimeko