Uyeremiya 2:21 XHO75

21 Mna ke ndakutyala ungumdiliya wohlobo, wonke uphela uyimbewu yenyaniso; ùtheni na ke ukujika, ube ngamasebe angcakacileyo omdiliya ongeguwo kum?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 2

imbono Uyeremiya 2:21 kwimeko