Uyeremiya 2:35 XHO75

35 Ukanti ùthi ke, Ndimsulwa, ewe, umsindo wakhe ubuyile kum. Yabona, ndiya kumangalelana nawe ngenxa yokuba usithi, Andonanga.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 2

imbono Uyeremiya 2:35 kwimeko