36 Yini na ukuba uzulazule kangaka, uyijike indlela yakho? Uya kudana ngenxa yeYiputa, njengokuba udanile ngenxa yeAsiriya.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 2
imbono Uyeremiya 2:36 kwimeko