Uyeremiya 28:3 XHO75

3 Kwangale minyaka mibini izalisekileyo, ndiya kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova, awayithabathayo kuloo ndawo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, wayisa eBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 28

imbono Uyeremiya 28:3 kwimeko