Uyeremiya 28:4 XHO75

4 Ndiya kubabuyisela kule ndawo oYekoniya unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, nabafudusiweyo bonke bakwaYuda, abayé eBhabheli, utsho uYehova; ngokuba ndiya kuyaphula idyokhwe yokumkani waseBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 28

imbono Uyeremiya 28:4 kwimeko