Uyeremiya 31:33 XHO75

33 Nguwo ke lo umnqophiso, endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla, utsho uYehova: ndiya kuwubeka umyalelo wam embilinini yabo, ndiwubhale ezintliziyweni zabo, ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam;

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 31

imbono Uyeremiya 31:33 kwimeko