Uyeremiya 31:34 XHO75

34 bangabi safundisa elowo ummelwane wakhe, elowo umzalwana wakhe, besithi, Mazini uYehova; ngokuba bonke bephela baya kundazi, kuthabathela kwabancinane kuse kwabakhulu, utsho uYehova; ngokuba ndiya kubuxolela ubugwenxa babo, ndingabi sasikhumbula isono sabo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 31

imbono Uyeremiya 31:34 kwimeko