23 Beza ke balihlala; kodwa àbaliphulaphula izwi lakho, àbahamba ngomyalelo wakho; konke owabawiseláyo umthetho ngako ukuba bakwenze, àbakwenza; wabahlisela ke bonke obu bubi.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32
imbono Uyeremiya 32:23 kwimeko