Uyeremiya 32:24 XHO75

24 Yabona, iindonga zokungqinga zifikile kulo mzi, ukuba ziwuthimbe; umzi ke únikelwe esandleni samaKaledi alwayo nawo ngekrele, nangendlala, nangendyikitya yokufa. Ilizwi owalithethayo lenzekile; nali ulibona.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 32

imbono Uyeremiya 32:24 kwimeko