Uyeremiya 36:1 XHO75

1 Kwathi, ngomnyaka wesiné kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lafika eli lizwi kuYeremiya, livela kuYehova, lisithi,

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 36

imbono Uyeremiya 36:1 kwimeko