19 ngako oko utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, UYonadabhi, unyana kaRekabhi, akayi kunqunyukelwa ndoda yakuma phambi kwam yonke imihla.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 35
imbono Uyeremiya 35:19 kwimeko