Uyeremiya 39:4 XHO75

4 Kwathi, akubabona uZedekiya ukumkani wakwaYuda namadoda onke okulwa, babaleka, baphuma ngobusuku phakathi komzi ngendlela yomyezo wokumkani, ngesango eliphakathi kweendonga, baphuma ngendlela yeArabha.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 39

imbono Uyeremiya 39:4 kwimeko