Uyeremiya 39:5 XHO75

5 Impi yamaKaledi yabasukela, yamfikela uZedekiya ezinkqantosini zaseYeriko; yamthabatha, yenyuka naye, yamsa kuNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, eRibhela ezweni laseHamati; athethwa khona amatyala akhe.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 39

imbono Uyeremiya 39:5 kwimeko