Uyeremiya 39:6 XHO75

6 Ukumkani waseBhabheli wababulala oonyana bakaZedekiya eRibhela emehlweni akhe; nabanumzana bonke bakwaYuda wababulala ukumkani waseBhabheli.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 39

imbono Uyeremiya 39:6 kwimeko