Uyeremiya 40:15 XHO75

15 UYohanan unyana kaKareha wathetha kuGedaliya ngasese eMizpa, wathi, Makhe ndiye ndimbulale uIshmayeli unyana kaNetaniya, kungàzi mntu; yini na ukuba ade abulale wena, achithwachithwe amaYuda onke ahlanganisene kuwe, atshabalale amasalela akwaYuda?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 40

imbono Uyeremiya 40:15 kwimeko