Uyeremiya 40:16 XHO75

16 UGedaliya unyana ka-Ahikam wathi kuYohanan unyana kaKareha, Musa ukuyenza loo nto; ngokuba ùthetha ubuxoki ngoIshmayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 40

imbono Uyeremiya 40:16 kwimeko