Uyeremiya 40:8 XHO75

8 Beza ke kuGedaliya eMizpa, inguIshmayeli unyana kaNetaniya, noYohanan noYonatan oonyana bakaKareha, noSeraya unyana kaTanumete, noonyana bakaEfayi waseNetofa, noYezaniya umntu waseMahaka, bona namadoda abo.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 40

imbono Uyeremiya 40:8 kwimeko