Uyeremiya 40:9 XHO75

9 UGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, wabafungela namadoda abo, esithi, Musani ukoyika ukuwakhonza amaKaledi; hlalani kweli lizwe, nimkhonze ukumkani waseBhabheli, kulunge kuni.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 40

imbono Uyeremiya 40:9 kwimeko