Uyeremiya 41:6 XHO75

6 Waphuma eMizpa uIshmayeli unyana kaNetaniya, waya kuwakhawulela, emana ehamba elila. Kwathi, akufika kuwo, wathi kuwo, Yizani kuGedaliya unyana ka-Ahikam.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 41

imbono Uyeremiya 41:6 kwimeko