Uyeremiya 41:7 XHO75

7 Kwathi, akufika phakathi komzi, wawabulala uIshmayeli unyana kaNetaniya, wawalahlela emhadini phakathi, yena namadoda lawo abenaye.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 41

imbono Uyeremiya 41:7 kwimeko